





iingozi zeziyobisi eMzantsi-Afrika nasehlabathini jikelele.
Iziyobisi ziyingozi kumntu wonke. Kufuneka sijonge uluntu luphela. Intlupheko nokungaphangeli zizinto ezinegalelo elikhulu ekuphembeleleni abantu kwiziyobisi.
Esikufunayo yindlela eza kusebenza yokulwa neziyobisi. Sinengxaki enkulu yokuba nabanye abantu abasemagunyeni bangabathengisi bazo. Kwenza mahluko mni ukubamba umntu namhlanje aze

ULebo Matosa esenza umdaniso adume ngawo wokukhulula ibhlukhwe. ULebo noThembi badume ngomdaniso ongaqhelekanga emcuIweni
UThembi Seete maxa wambi ude aveze amabele.


iBoom Shaka ize necwecwe elitshisayo elithi Thobela. Umculo walo uxube umculo waseAftika nowaseNtshona.
Siwuxubile umculo ukuze wanelise abalandeli abathanda ireggae, iR&B nowokholo. Siqonde ukuba masiwenze ngendlela eza kubanelisa bonke abalandeli bethu.
Ngengoma ethi shebeleza bothulela umnqwazi iimvumi ezindala ezinjengoMiriam Makeba, uHugh Masekela, uMahlathini nezinye ezenza waziwa lthlabathi umculo waseMzantsi-Afrika.
Nangona siliqela elitsha emculweni, sithi kubo asiyilibalanga indawo abakuyo.
akhululwe ngomso aqhubeke nobekwenza?
NjengeBoom Shaka, sicinga ukuba urhwebo ngeziyobisi kufuneka lubandakanywe emthethweni, nabarhwebi bayihlawule irhafu. Kusebenzile oko eDenmatk nalapho ukuthengiswa kweziyobisi kuhle ngequbuliso, batshilo.
Asingetsho ukuba singabantu abangumzekelo kodwa ke ulutsha lukhangele kuthi.
Lusibona singabantu abaphuineleleyo. Nathi sifuna ukulubonisa ukuba xa uzenza ngothando izinto awunakungaphumeleli. Kudala sisithi maluye esikolweni ukuze luphumelele, kanti nangoku sisakugxininjsa oko.
Njengokuba ihlobo selingenile namanxila omculo eza kuzonwabisa,
Ingoma ethi Natural Black Woman iqanjelwe ainanenekazi eminyaka yoo-90 asasebenzisa izikhanyisi-lusu. Sithi kuwo, mhle umntu ontsundu, makazingce nebala lawo, bangabahlohl okubi abantwana bethu, utshilo uThembi.
Ithi iBoom Shaka ifumanise ukuba abalandeli bayo basukela kubantwana abaseneminyaka emibini ubudala, Jngoma ethi Sunny Day bayiqambele bona.
Ngengoma ethi Its Our Game, No Need To Claim, ihlasela abantu ababecinga ukuba iza kunyamalala emva kwecwecwe layo Iokuqala eyaziwe ngalo.
IBoom Shaka izinikele nakumba wokuphathwa kakubi ngokwesondo.
Ukuphathwa kakubi ngokwesondo kuyingxaki enzima. Eluntwini lwethu kufanele sibe nabameli abaza kulwa nako ezingcanjini. Ngaphezu koko, kufuneka
imithetho engqongqo eza kukuthintela. Imithetho yethu ayikho ngqongqo,
ababulali abohlwaywa ngokufanelekileyo ngezenzo zabo. UMphathiswa.wethu wezoBulungisa kufuneka aqulunqe imithetho eqatha eza kujongana namatyala amakhulu, utshilo ujunior.
IBoom Shaka ithi iseza kubakho ixesha elide emculweni, Nangona kunjalo, bakhathazekile ngekamva leBoom Shaka.
Abanye bethu bangabafundi, abanye bangoosomashishini abancinane. Siyathandaza ukuba kwiminyaka emithathu ukuya kwemine ezayo sibe sisamanyene kwaye sisonwabile.
Siseza kuqhubeka kangangoko sinako. Injongo yethu kukonwabisa abantu nathi ngaphezulu. Ubusuku nemini siza kuvelisa umculo wokujuxuza, baqwele ngelitshoyo.










22 BONA XHOSA - November 1 996
ilungu   elixhobileyo lePAGAD llgadile kwintlanganiso yePAGAD eyayingomhla we-11 kuAgasti, ekwathi
emva kwayo kwaqhambuka umlo phakathi kwamapolisa namalungu ePAGAD.

ndoda ephakathi ngobudala enxibe iqhina iphuma kwiveni yayo iye kungena kwindlwana eseSalt River eKapa. Le ndlu
iyafana nezinye izindlu
zabantu abasemgangathweni
ophantsi qha yohluke ngokuba
ineefestile ezineglasi
engangenwa ziimbumbulu
yaye zifakwe iintsimbi
ezomeleleyo. Le ndoda ifika
ibeke imali esongiweyo
kwitreyi yentsimbi, ize ibalwe,
emva koko inikwe iipakethi
ezivaliweyo zesiyobisi
ekuthiwa yicrack. Lo
ngumbono wemihla ngemihla
kulo mmandla ulawulwa
yiHard Living Gang - kwaye
nguwo owenze IPAGAD
yazimisela ukuyitshabalalisa.
UJames Bowyer ubekhona,
imifanekiso ifotwe ngujohann
vanTonder....
i-pag-ad
Iyazigqugqisa lzikrelemnqa ze-Hard Living Gang


K
 utshanje uRashaad Staggie ubulelwe ekwigumbi lokuthengisa iziyobisi ngabaxhasi bePAGAD (People Against Drugs And Gangsterism) ebebevutha ngumsindo ebonwa lihlabathi. Ngobo busuku amakhulu-khulu eemoto aya kwindlu yomthengisi weziyobisi owaziwayo ese iimfuno zabantu -zokuba makayeke ukuthengisa iziyobisi kungenjalo uza kubulawa. Kwaqhambuka umlo emva koko kwaphendulwana ngerhuluwa abantu abaninzi babaleka bazama ukuzimela ngeemoto esitratweni esimxinwa. Kuthe gqi uRashaad ehamba nge-4x4 yakhe baza abantu banomsindo nangakumbi kuba beqonda ukuba bamfumene umntu ebebemfuna.
Nanku ustaggie. Simfumene uStaggie, bakhwaza batsho abantu. Wadutyulwa entloko. Wathi akuwa kwivili
lokuqhuba lemoto bamtsala bamkhupha emotweni. Bamkhaba bemdubula nokumdubula ngaphambi kokuba bambethe ngepetrol bomb. Amaphepha eli nawaphesheya aveza uRashaad egxadazela ngaphambi kokuba asolwe yimvula yeembumbulu. Athi amapolisa ewuthatha umzimba wakhe wabe edutyulwe ngeembumbulu ezingaphezu kwamashumi amathathu.
Esi siganeko senzeka ngecawe umhla we-4 kuAgasti salishukumisa ilizwe, lanyanzeleka ukuba Iiphande undonakele. Amalungu oluntu oluthwaxwa lulwaphulo-mthetho eMzantsi-Afrika ayezimisele ukutshayela amaqela emiguvela, kodwa abulala ekwenzeni oko. Kwabakho iimpikiswano ePalamente ngesi siganeko yaye emva koko kuthunyelwe imikhosi evela kwezinye iindawo eKapa ukuba iyozama
ukubuyisela imeko kweyesiqhelo. Kwaphela iveki abantu baseCape Flats bexhalabile ukuba kuza kuqhambuka imfazwe.
Uhlaselo olwasusa lombodamo lwalandela isigqibo esenziwa yiPAGAD kwintlanganiso yayo eyayingobo busuku eGatesville Mosque, ekuyindawo ethe qelele ngeekhilomitha ezili-15 emzini kaRashaad. IPAGAD yaqala ukuba ngundaba-mlonyeni kulo nyaka xa iqela lamadoda ayexhobe efe amacala asa uxwebhu lwesoyikiso kuMphathiswa woBulungisa, uDullar Omar, bemgrogrisa ngokuba uza kubulawa xa engabavaleli abathengisi beziyobisi.
Lo mbutho usekwe ngooktobha wonyaka ophelileyo waqala ukuthumela izoyikiso ezinjalo nakubathengisi beziyobisi abaziwayo njengenxalenye yephulo lawo lokulwa nolwaphulo




mthetho. Kukubulawa kukaRashaad Staggie okwenza urhulumente nemiguvela baqonda ukuba kunyembelekile.
Esi senzo savula amehlo uluntu kulo lonke, yaye kungekudala kusekwe imibutho efana nalo nakweminye imimandla yeli eza kulwa nabathengisi beziyobisi. EClanwiliiam amapolisa adubula izintywizisi kwiqela Iabantu ababenomsindo ababehlasela umzi womntu otyholwa ngokuba ungomnye wabathengisi beziyobisi ekapa. Kwiphondo lakwaZulu-Natal abantu baxelela abasemagunyeni ukuba mababambe izikrelemnqa kungenjalo baza kuzibonela amabakwenze ngazo. Ngoku IPAGAD ithi ikhona eThekwini, eJohannesburg, ePietersburg nasekimberley.
Ndidiniwe madoda, itsho inkokeli yePAGAD, evumileyo ukudlan indlebe nathi xa singazulixela igama layo. Kunzima ukukholetwa ukuba le ndoda iphakathi ngobudala nethetha ngeltzwi elipholileyo iyenye yeenkokeli ezintandathu zePAGAD - umbutho ozinikele ekulweni nezikrelemnqa ekapa. linkokeli ZePAGAD zibaleka amapolisa ukususela oko kubanjwe
Enye yeenkokeli zePAGAD, uFarouk Jaffer, kwinkomfa yoonondaba.




uNadthmie Edries ongomnye weenkokeli zayo, wabekwa ityala lokuqhwaya udushe. Zigrogriswa nangokubulawa zizikrelemnqa ezithi zifuna ukuziphindezela ngokubulawa kukaRashaad Staggie.
Uthetha ngoluntu oluphila ubomi bentshontsho ngenxa yezikrelemnqa ezithengisa iziyobisi, nangabantu
Amalungu ePAGAD abonisa ukungoneliseki kwawo kwityala likaNadthmie Edries ngaphande kweNkund!a kaMantyi yasewynberg.



ukuba uhlile umyinge wentsangu, imandrax necocaine ayibambayo kule minyaka mibini idlulileyo lo gama inyuke nge-500% icrack ebanjwayo.
Etinye lamatsha-ntliziyo elisisithethi sePAGAD nguMuhamed Ali Parker. Nguye obethe amajoni alo mbutho yaye
	uthetha akafihlisi ngemfazwe yokulwa
	nezikrelemnqa. UAashaad Staggie.
	ubengomnye wezikrelemnqa ezininzi
	eMzantsi-Afrika, utshilo kwinkomfa yoonondaba ebiseGatesville Mosque. Kulo nkomfa kwafika iingxowa ezizele iinkumpa zafika zanikwa abantu kulungiselwa ukuhlasela imiguvela kodwa lwaphinda lwarhoxiswa olo htaselo ngomzuzu wokugqibela. Ayikho into ekuthiwa ngumthetho, utshabalele ngoku, watsho uParker onencwadi engumyalelo wokuba abanjwe.
Lo mfo bambiza ngokuba yiPhantom wadubuleka esifubeni xa kwakuhlaselwa uRashaad kodwa usazimisele ukuqhubeka nokulwa nezikrelemnqa. linjongo zethu zintle gqitha kuba sizimisele ukucoca uluntu lwakowethu. lzikrelemnqa mazazi ukuba siyeza, mazihlale zilungile, watsho.






l-PAGAD
lyazigqugqisa lzikrelemnqa ze-Hard Living Gang

URashaad Staggie ongasekhoyo, newele lakhe, uRashied, baseka iHard Living Gang ngo-1971. Usapho lwakowabo lwasuswa ngetshova eDiep River ngenxa yemithetho yamapasi, lwaya kubekwa eManenburg, ekuyilokishi eyayizele izikrelemnqa. Athi akukhululwa entolongweni ngetyala lokuqhekeza, agqiba ekubeni aziphilise ngokuthengisa iziyobisi. Ndazama ukufumana i-R90 ndaza ndathenga imandrax, endayithengisayo ndafumana imali eninzi, watsho uRashaad kudliwano-ndlebe.
La mawele azenzela igama ngokuba ngamalungu oyikwayo ezikrelemnqa zasentolongweni xa ayevalelwe. URashaad kuthiwa wayengumphathi weqela ekuthiwa yi-26s elalisaziwa ngokuthengisa iziyobisi. Bathi bakukhululwa bazifumanela imali ngokuthengisa imipu baza benza iHard Living Gang yaliqeta lemiguvela elomeleleyo ekapa. Abasemagunyeni
bayavuma ukuba uRashaad ubephandwa ngamatyala alithoba kule minyaka mibini idlulileyo. Amatyala abebekwa wona aye arhoxiswa kuba amangqina esoyika ukunika ubungqina. Nangona ezizikrelemnqa, la mawele ebekwinqanaba elifanayo nelikaRobin Hood kwiilokishi akhulela kuzo.
Bekusoloko kuvakala ukuba uRashaad ubesipha abantu imali ngokuyiphosa ngefestile yemoto yakhe, nokuba imiyalelo yemiguvela ibifana nemithetho kwezinye iindawo. Xa la mawele ayenodliwano-ndlebe neBBC, abonisa indlela ayinyanzela ngayo imithetho yawo. lnkwenkwana eyayityholwa ngokudlwengula udadewayo oneminyaka eli-1O yancinwa yimiguvela. Yathi yakuvuma ukuba ikwenzile oko yabethwa kanobom, yophuka ingalo ubuso bayo balijaja ligazi. lmiyalelo yabo ingumthetho yaye uRashied uthe uza kuziphindezela ngokubulawa komntakwabo.
Ndisaphila ubomi bentshontsho nangoku, utshito umnini wevenkile eyatshiswa yaluthuthu mhla kwakubulawa uRashaad. Le venkile yatshiswa emva kokuba umnini wayo efumene izoyikiso emnxebeni, ikude kufuphi nomzi abulawelwa kuwo uRashaad. Lo mnini-venkile uthi wakhathazeka ekuqaleni kuba akazibanclakanyanga nePAGAD. Umqhubi weteksi, uFaizel Ayklief,
akazange asinde yena. Wadutyulwa wabulawa yimiguvela eBridgetown. Ezi ziziganeko ezibini ezenzeke kudushe olugquba ngamandla ekapa.
Sithe sime ngaphandle komzi kaRashaad eSalt River, sasoloko sibona imiqodi yabathengi abaya kwifestile engangenwa ziimbumbulu. Bakhangeleka bengazikhathalele izoyikiso zePAGAD nokufa kukaF{ashaad, nangona iindonga zisenempawu zohlaselo. Abantu abahlala kulo mzi bakhangeleka bengenaxhala. Umthengi ngamnye uhlawula iR8O nge-rock - icrack enokwahtulwa kathathu itshaywe. Kuthiwa xa ukhe wayitshaya nokuba kukanye kunzima ukuyiyeka.
Kuthiwa icrack iphekwa kuloo mzi, kanti ungomnye wemizi emininzi yeHard Living Gang. Kunzima ukuthelekelela ekubeni kwenziwa malini ngokuyithengisa. Amalungu ePAGAD athi izikrelemnqa zifumana phantse izigidi zeerandi ngemini eNtshona-Koloni kuphela. Ngokutsho kwengxelo yoongcothoza bamapolisa, uAashaad ubeyinxalenye yeFirm. Elo liqela elinamalungu ali-13 eyona miguvela yoyikiwayo eCape Flats. Le ngxelo ithi ithelekelelwa kuma-80 000 imiguvela eNtshona-Koloni engamalungu amaqela ali-1 27.
Xa la manani echanile, iPAGAD iya kuba ijamelene notshaba olomeleleyo... l



18 BONA XHOSA - November 199

		BONA XHOSA - November 1 996 23(Amalungu eHard L.iving Gang, iqela ebelikhokelwa nguRashaad Staggie obuleweyo, nomntakwabo, uRashied, eNo. 20 l..ondon Road, eSalt River, apho abulawelwe khona uRashaad. lmlguvela ayivumanga ukuba ifotwe indlu.abangasabathembiyo abasemagunyeni ekungabo abafanele babakhusele. lziyobisi zitshabalalisa ubomi babantu, utsho. Uthi izikrelemnqa ziyekelelwe kakhulu ngoku abantu bazimisele ukulwa nazo. Kudliwano-ndlebe uthetha ngesiyobisi ekuthiwa yicrack esivela kwicocaine ekukholelwa ukuba sifike ekapa kwiminyaka emithandathu edlulileyo. lngxelo yamapolisa iyangqina

24 BONA XHOSA - November 1996

